Mamela by Sino Msolo (Ft. Mthunzi)
Mamela by Sino Msolo (Ft. Mthunzi)

Mamela

Sino Msolo & Mthunzi * Track #8 On Mamela

Mamela Lyrics

Njengoba nd'hambil' ekhaya
Akuthi k'zotshintsh'
K'sazoba nje
K'sazofana

Ebend'hamba naye
S'sazohamba nyani
Ebend'thetha naye
S'sazothetha nyani

Nob' eziny' izinto zingatshintsha
Ungaxhali nd'zobe ndilapha mna
Futh' uyandazi wena
Nd'yawagcin' amagam' mna
Kwaye and'zange mna
Ndingabi nakh' uk'thembakala

Jonga, mamela
Jonga, mamela
Andizutshintsha
Nd'yak'xelela
-tshintsha
Nd'yak'xelela
Bheka, lalela
Bheka, lalela
Ang'zuk'guquka
Ng'yak'tshela

Ndisukil' ekhaya ndinje
Ndayofika ngapha ndisenjena
Ngeke nd'jike
Ngeke nd'jike
Nje nd'zaw'hlala ndinjena
Ndayofika ngapha ndisenjena
Ngeke nd'jike
Ngeke nd'jike
Nje nd'zaw'hlala ndinjena

Hhay', bo
Nd'zohlala ndinjena
Ndizw' izigi
Ndizw' inhlokomo
Izith' emva kwam' zithi s'zoke s'bone
Noma kunjalo
Mina ng'yohlala nginjalo, hhay', bo
Bafunge bagomela
Bathi ngeke ng'phumelele
Shi geleke eshe
Ngavele ngaphuma ney'mendlela, yey'
Shekunjalo
Ake niphinde ebenikusho

Jonga, mamela
Jonga, mamela
Andizutshintsha
Nd'yak'xelela
-tshintsha
Nd'yak'xelela
Bheka, lalela
Bheka, lalela
Ang'zuk'guquka
Ng'yak'tshela

Ndisukil' ekhaya ndinje
Ndayofika ngapha ndisenjena
Ngeke nd'jike
Ngeke nd'jike
Nje nd'zaw'hlala ndinjena
Ndayofika ngapha ndisenjena
Ngeke nd'jike
Ngeke nd'jike
Nje nd'zaw'hlala ndinjena

Ndisukil' ekhaya ndinje
Ndayofika ngapha ndisenjena
Ngeke nd'jike
Ngeke nd'jike
Nje nd'zaw'hlala ndinjena
Ndayofika ngapha ndisenjena
Ngeke nd'jike
Ngeke nd'jike
Nje nd'zaw'hlala ndinjena

Mamela Q&A

Who wrote Mamela's ?

Mamela was written by Mthunzi & Sino Msolo.

Who produced Mamela's ?

Mamela was produced by Claudio x Kenza & Mthunzi & Kenza (SA) & Sun-El Musician & Claudio Wayde Jaftha.

When did Sino Msolo release Mamela?

Sino Msolo released Mamela on Fri Nov 22 2019.

Your Gateway to High-Quality MP3, FLAC and Lyrics
DownloadMP3FLAC.com