Akulunganga by Sino Msolo
Akulunganga by Sino Msolo

Akulunganga

Sino Msolo * Track #14 On Mamela

Akulunganga Lyrics

[Verse 1]
Uliqhawekazi
Intliziyo yam' ithi gugu xa ndinawe
Ubuwenza amohololo
Kodwa namhlanje uthe dololo
Ndithi goodbye mna
Uliqhawekazi
Intliziyo yam' ithi gugu xa ndinawe
Ubuwenza amohololo
Kodwa namhlanje uthe dololo
Ndithi goodbye mna

[Pre-Chorus]
Intliziyo yami iyazula, iyazula xa sinawe
Intliziyo yami iyophuka, yophuka xa inawe
Wena akulunganga we

[Chorus]
Bendicing'ba uzondithatha la undibeke la
Undisuse la, undibeke ngale
Kodwa akulunganga
Bendicing'ba uzondithatha la undibeke la
Undisuse la, undibeke ngale
Kodwa akulunganga

[Post-Chorus]
Ubona angazi ke
Ubona angazi ke
Ubona angazi ke
Ubona angazi ke
Ubona angazi ke

[Verse 2]
Bengithi uzongiphathisa okwe glass
Engikuzwa ngawe akukho mnandi
Kusiza ngani ukuthi ubuye la
Ngoba sonke siyazi awutshintshi
Hayi hlala phantsi ubamb'umthetho ayilungi le mission
Ukubona kanye (Ukubona kanye)
Ukubona kabili (Ukubona kabili)
Mangicinga ngawe (Mangicinga ngawe)
Akukhonto eya phambili

[Pre-Chorus]
Intliziyo yami iyazula, iyazula xa sinawe
Intliziyo yami iyophuka, yophuka xa inawe

[Chorus]
Bendicing'ba uzondithatha la undibeke la
Undisuse la, undibeke ngale
Kodwa akulunganga
Bendicing'ba uzondithatha la undibeke la
Undisuse la, undibeke ngale
Kodwa akulunganga

Akulunganga Q&A

Who wrote Akulunganga's ?

Akulunganga was written by Mthunzi & Sino Msolo.

Who produced Akulunganga's ?

Akulunganga was produced by Mthunzi.

When did Sino Msolo release Akulunganga?

Sino Msolo released Akulunganga on Fri Nov 22 2019.

Your Gateway to High-Quality MP3, FLAC and Lyrics
DownloadMP3FLAC.com