Angsakwazi Ukulala by Sino Msolo
Angsakwazi Ukulala by Sino Msolo

Angsakwazi Ukulala

Sino Msolo * Track #1 On Mamela

Angsakwazi Ukulala Lyrics

[Refrain]
Mmmh hayi
Mmmh yaphela
Mmmh hayi
Mmmh yaphela
Mmmh hayi
Mmmh yaphela
Mmmh hayi
Mmmh yaphela

[Chorus]
Ndithe ndisahleli ndibalisela lo mjita
Ukuba andisakwazi ulala
Andisakwazi nokucinga
Ndithe ndisahleli ndibalisela lo mjita
Ukuba andisakwazi ulala
Andisakwazi nokuphila

[Verse]
Uyabona lamjita uyandazi
Andipheli amandla
Ndizoqhubeka ndifunana nothando
Uyabona lamjita uyandazi
Andipheli amandla
Ndizoqhubeka ndifunana nothando

[Refrain]
Mmmh hayi
Mmmh yaphela
Mmmh hayi
Mmmh yaphela
Mmmh hayi
Mmmh yaphela
Mmmh hayi
Mmmh yaphela
Mmmh hayi
Mmmh yaphela
Mmmh hayi
Mmmh yaphela

Hayi, yaphela
Hayi, yaphela
Hayi, yyaphela

Angsakwazi Ukulala Q&A

Who wrote Angsakwazi Ukulala's ?

Angsakwazi Ukulala was written by Sino Msolo.

Who produced Angsakwazi Ukulala's ?

Angsakwazi Ukulala was produced by Claudio Wayde Jaftha.

When did Sino Msolo release Angsakwazi Ukulala?

Sino Msolo released Angsakwazi Ukulala on Fri Nov 08 2019.

Your Gateway to High-Quality MP3, FLAC and Lyrics
DownloadMP3FLAC.com