Ha yho iyho
Ha yho iyho
Ha yho
Ha yho yho
Ho yho yho yho yho
Ho yho yho yho yho
Awu yho
Ndidikwe yiyo yonke
Minitsi iminyaka
Ndikhetha isimilo, ndithule
Andamkelekanga lana
Ndonele
Sendonele
Noba ndingamuthanda kangakanani
INtliziyo iyopha
Yophukile
Ndizozama kude kube nini
Awuboni na
Ndizame ngakho konke
Awumameli man
Yivale mfana
Yivale mfana
Yivale mfana
Ndizozama kude kube nini
Awuboni na
Ndizame ngakho konke
Awumameli man
Yivale mfana
Yivale mfana
Yivale mfana
Ho yho yho yho yho
Ho yho yho yho yho
Awu yho
Uthanda ungathandi ayinamsebenzi
Siphelelwe yincasa sisameleni?
Masiqhubeke ngobomi
Sendidlulile
Noba ungandinqanda sana ndidlulile
Uthanda ungathandi ayinamsebenzi
Siphelelwe yincasa sisameleni?
Masiqhubeke ngobomi
Sendidlulile
Noba ungandinqanda sana ndidlulile
Uthanda ungathandi ayinamsebenzi
Siphelelwe yincasa sisameleni?
Masiqhubeke ngobomi
Sendidlulile
Noba ungandinqanda sana ndidlulile
Uthanda ungathandi ayinamsebenzi
Siphelelwe yincasa sisameleni?
Masiqhubeke ngobomi
Sendidlulile
Noba ungandinqanda sana ndidlulile
Yivale Mfana was written by Makhanj.
Yivale Mfana was produced by MDU aka TRP & Amukelani M.
Makhanj released Yivale Mfana on Thu Nov 21 2024.