Xolo by MDU aka TRP (Ft. Mashudu & Semi Tee)

Xolo

MDU aka TRP & Semi Tee & Mashudu * Track #23 On Two Sides Of My Story

Xolo Lyrics

[Intro: Mashudu]
Latsho isoka lam kum, ukuthi wanile yilento
Uliphuze wali ncama ixesha lam ilithola phi na?

Uliphuze wali ncama mna ndamxelela ndathi

[Chorus: Mashudu]
Ngxhese ngxhese xolo s'thandwa sami
Andi zenzanga andizi xelelanga
Kushone ilanga emini, futhi namhlanje ndazi sola
Ndithi ngxhese ngxhese xolo s'thandwa sami

[Bridge: Mashudu]
Latsho isoka lam kum, ukuthi wanile yilento
Uliphuze wali ncama ixesha lam ilithola phi na?
Latsho isoka lam kum, ukuthi wanile yilento
Uliphuze wali ncama mna ndamxelela ndathi

Xolo Q&A

Who wrote Xolo's ?

Xolo was written by Mashudu & Semi Tee.

Who produced Xolo's ?

Xolo was produced by MDU aka TRP.

Your Gateway to High-Quality MP3, FLAC and Lyrics
DownloadMP3FLAC.com