Umona by Vuyina
Umona by Vuyina

Umona

Vuyina * Track #7 On 23.02.99

Umona Lyrics

[Intro]
Hm, mhm, mhm, hm
Hmh

[Pre-Chorus]
Bathi ndimoshile
Bathi ndisonile, baphi abazali bam'?
Uba bendibonile
Uba anindifuni ngeba ndahamba kudala
Nindi-trafel'izono zikabani?
Mna ndiziphushel' u-life
Xa ndinyuka sinyuka sobabini

[Chorus]
Udliwa ngumona yini? (Woah oh)
Udliwa ngumona yini? (Udliwa ngumona yini?)
(Andisoze ndizilibale)
(Sasihlala sonke mna nawe)
Undibiza amagama
(Andisoze ndizilibale)
(Sasihlala sonke mna nawe)

[Verse]
Undibiza amagama
Awuboni uk'ba awakhi?
Andikho ekhaya apha ndilahlwe ngaphandle
Nditheth' amacala ub'suku nemini
Ndixolela ukuhamba, ndiyaphi andazi
Sendaphola zonke into'ndeza zona
Soze ndizilibale mna, soze mzali wam'
Wathetha ngami kakubi emphakathini
Oko undijongele phansi
Nimoshela ukwakhelwa ubomi obu-right

[Pre-Chorus]
Bathi ndimoshile
Bathi ndisonile, baphi abazali bam'?
Uba bendibonile
Uba anindifuni ngeba ndahamba kudala
Nindi-trafel'izono zikabani?
Mna ndiziphushel' u-life
Xa ndinyuka sinyuka sobabini

[Chorus]
Udliwa ngumona yini? (Woah oh)
Udliwa ngumona yini? (Udliwa ngumona yini?)
(Andisoze ndizilibale)
(Sasihlala sonke mna nawe)
Undibiza amagama
(Andisoze ndizilibale)
(Sasihlala sonke mna nawe)
Undibiza amagama
(Andisoze ndizilibale)
(Sasihlala sonke mna nawe)
Undibiza amagama
(Andisoze ndizilibale)
(Sasihlala sonke mna nawe)

Umona Q&A

Who wrote Umona's ?

Umona was written by PLXYGRND & Kyle Brown (PGP) & Glo Thebeatz & Vuyina.

Who produced Umona's ?

Umona was produced by PLXYGRND.

When did Vuyina release Umona?

Vuyina released Umona on Fri Apr 14 2023.

Your Gateway to High-Quality MP3, FLAC and Lyrics
DownloadMP3FLAC.com