Ubomi Abumanga by Sun-El Musician (Ft. Msaki)
Ubomi Abumanga by Sun-El Musician (Ft. Msaki)

Ubomi Abumanga

Sun-El Musician & Msaki * Track #10 On To the World & Beyond

Download "Ubomi Abumanga"

Ubomi Abumanga by Sun-El Musician (Ft. Msaki)

Release Date
Thu May 28 2020
Performed by
Sun-El MusicianMsaki
Produced by
Sun-El Musician
Writed by
Msaki

Ubomi Abumanga Lyrics

[Verse 1: Msaki]
Bekukudala ngoko useneminqweno
Khawude uwele iblorho, uze nganeno
Bekukudala ngoko usenazinjongo
Khawude uwele iblorho, uze nganeno
Sasikhule sonke
Sphupha emazulwini
Sicakamel' ilanga (sicakamela ilanga)
Yiza ndikhumbuze
Ubomi abumanga

[Chorus: Msaki]
Asoze abekho ofana nawe
Ofana nawe, soze abekho
Asoze abekho ofana nawe
Ofana nawe, soze abekho

[Verse 2: Msaki]
Vul'amehlo ujonge
Noba akululanga
Ntaka zivukile
Ubomi abumanga
Izakhono zakho, neziphiwo zakho
Azikuphelelanga
Ubomi abumanga
Sizokukhanyisela, ibemhlophe indlela
Lizophum' ilanga (lizophum' ilanga)
Yiza ndikukhumbuze
Ubomi abumanga

[Chorus: Msaki]
Asoze abekho ofana nawe (lizophum' ilanga)
Ofana nawe, soze abakho
Asoze abekho ofana nawe (lizophum' ilanga)
Ofana nawe, soze abakho
Asoze abekho ofana nawe (lizophum' ilanga)
Ofana nawe, soze abakho
Asoze abekho ofana nawe (lizophum' ilanga)
Ofana nawe, soze abakho

Ubomi Abumanga Q&A

Who wrote Ubomi Abumanga's ?

Ubomi Abumanga was written by Msaki.

Who produced Ubomi Abumanga's ?

Ubomi Abumanga was produced by Sun-El Musician.

When did Sun-El Musician release Ubomi Abumanga?

Sun-El Musician released Ubomi Abumanga on Thu May 28 2020.

Your Gateway to High-Quality MP3, FLAC and Lyrics
DownloadMP3FLAC.com