In Ngozi Anatii talks about owing a loan shark money and how long he’s been running away from him, a reflection of South African location culture where people have to take loans to stay afloat and not afford to pay back the loans so they end up dodging the loan sharks
[Hook : Anatii]
Haaa nantsi ingozi, ufuna ntoni? Vele ndabiza amadlozi

Ooooh mhlambi seniyingi le mali le, oh lemali le, ooh ininzi le mali le
Haaaaa mhlambi seniyingi le mali le, oh lemali le, ooh iningi le mali le
Oh kunini ndibaleka? Oooh kunini ndibaleka? Oooh ininzi le mali le umashonisa uyandkhangela. (X4)
[Verse : Anatii]
Wonk' umuntu ufun’ i good life, instead of working they want good times ooooh
I can show you what it look like, do whatever just to survive oooh
Kutheni nibiz' amapolisa? Nizondibambisa xolisa
Kutheni nibiz' amapolisa? Bescel’ afownel' uNolitha, aze nemali azos' nika, siphume kulent' obanelishwa
Nizondibambisa xolisa
[Hook : Anatii]
Haaa nantsi ingozi, ufuna ntoni? Vele ndabiza amadlozi
Haaa nantsi ingozi, ufuna ntoni? Vele ndabiza amadlozi
Ooooh mhlambi seniyingi le mali le, oh lemali le, ooh ininzi le mali le
Haaaaa mhlambi seniyingi le mali le, oh lemali le, ooh iningi le mali le
Oh kunini ndibaleka? Oooh kunini ndibaleka? Oooh ininzi le mali le umashonisa uyandkhangela. (X4)
[Outro : Anatii]
Iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza
Hayi, andikwazi, upheza, andikwazi upheza

Yhelelele, yhelelele, yhelelele