Ndiyazinikela by Ringo Madlingozi
Ndiyazinikela by Ringo Madlingozi

Ndiyazinikela

Ringo Madlingozi

Download "Ndiyazinikela"

Ndiyazinikela by Ringo Madlingozi

Release Date
Tue Nov 18 2008
Performed by
Ringo Madlingozi
Produced by
Ringo Madlingozi

Ndiyazinikela Lyrics

Ewe, ndiyazinikela kul’ uthando lwakho
Ndikhumbul’ amazw’ angekhoyo
Sohlulwa kukufa
Umlembelel’ ongapheliyo
Kodwa Dali, ndiyazinikela enhliz’yweni yakho

[Verse 1]
Mhlambe besingafanelani
Akusenani
Akub’hlungwanga
‘Nto nje akwaba bese ndise luthandweni
Njengasek’qaleni

[Chorus]
Ndikhumbul’ uthand’ olunothando
Inzond’ enenzondo
Izethembis’ ezophukileyo
Ukulind’ okungapheliyo
Ewe, ndiyazinikela kul’ uthando lwakho

Ndikhumbul’ amazw’ angekhoyo
Sohlulwa kukufa
Umlembelel’ ongapheliyo
Kodwa Dali ndiyazinikela enhliz’yweni yakho

[Verse 2]
Wawutshilo wathi zang’ uthande mntu
Ewe, lwaphela kudala
‘Nto njе ndim ongakholwayo
Akwaba bendise luthandweni
Njеngasek’qaleni

Mhlambe besingafanelani
Akusenani, andikhathali
Akwaba bendise luthandweni
Njengasek’qaleni

[Chorus]
Ndikhumbul’ uthand’ olunothando
Inzond’ enenzondo
Izethembis’ ezophukileyo
Ukulind’ okungapheliyo
Ewe ndiyazinikela kul’ uthando lwakho

Ndikhumbul’ amazw’ angekhoyo
Sohlulwa kukufa
Umlembelel’ ongapheliyo
Kodwa Dali ndiyazinikela enhliz’yweni yakho

Ndikhumbul’ uthand’ olunothando
Inzond’ enenzondo
Izethembis’ ezophukileyo
Ukulind’ okungapheliyo
Ewe ndiyazinikela kul’ uthando lwakho

Ndikhumbul’ amazw’ angekhoyo
Sohlulwa kukufa
Umlembelel’ ongapheliyo
Kodwa Dali ndiyazinikela enhliz’yweni yakho

Oooh
Aaaah
Ewe ndiyazinikela kul’ uthando lwakho
Oooh
Aaaah
Ewe ndiyazinikela kul’ uthando lwakho

Ndiyazinikela Q&A

Who wrote Ndiyazinikela's ?

Ndiyazinikela was written by Ringo Madlingozi.

Who produced Ndiyazinikela's ?

Ndiyazinikela was produced by Ringo Madlingozi.

When did Ringo Madlingozi release Ndiyazinikela?

Ringo Madlingozi released Ndiyazinikela on Tue Nov 18 2008.

Your Gateway to High-Quality MP3, FLAC and Lyrics
DownloadMP3FLAC.com