Mthuthuzeli by Babalwa M & Yallunder
Mthuthuzeli by Babalwa M & Yallunder

Mthuthuzeli

Babalwa M

Download "Mthuthuzeli"

Mthuthuzeli by Babalwa M & Yallunder

Release Date
Fri Oct 25 2024
Performed by
Babalwa M
Produced by
Stixx & Kelvin Momo
Writed by
Babalwa M & Yallunder

Mthuthuzeli Lyrics

[Intro: Yallunder]
Nguban' othuthuzel' umthuthuzeli?
Linyembezi zakhe
Zo'sulwa ngubani na?
Nguban' othuthuzel' umthuthuzeli?
Linyembezi zakhe
Zo'sulwa ngubani na?

[Verse 1: Yallunder]
Ngoba noma ene'izinkinga
Akakwazi ukuz' khuluma
Ne 'mizwa yakhe
Uyivalela ngaphakathi

[Pre-Chorus: Yallunder]
Ohh, nguban' othuthuzel' umthuthuzeli
Ohhh Bawo
Sul' inyembezi zaba’khalela ngaphakathi
Ohhh Bawo
Yiva isikhala, sabakhala ebumnyaneni

[Chorus: Babalwa M]
Zu de yade
Zuuu de yade
Zu de yade
Zu de
Zu de yade
Zuuu de yade
Zu de yade
Zu de
Zu de yade
Zuuu de yade
Zu de yade
Zu de

[Verse 2: Babalwa M]
Kuyazwakala
Ukuthi kunzima ungathethi nawe
Kuyabonakala
Ukuthi kunzima ungaphili nawe
Ndiyalimala
Ndiphelele amandla
Andikwazi nokulala
Andifuni nokukhala
Ndiyalimala
Ndiphelele amandla
Andikwazi nokulala
Andifuni nokukhala

[Chorus: Babalwa M]
Zu de yade
Zuuu de yade
Zu de yade
Zu de
Zu de yade
Zuuu de yade
Zu de yade
Zu de

[Bridge: Yallunder]
Nguban' othuthuzel' umthuthuzeli?
Linyembezi zakhe
Zo'sulwa ngubani na?
Ngoba noma ene'izinkinga
Akakwazi ukuz' khuluma
Ne 'mizwa yakhe
Uyivalela ngaphakathi

[Refrain: Babalwa M]
Kuyazwakala
Ukuthi kunzima ungathethi nawe
Kuyabonakala
Ukuthi kunzima ungaphili nawe
Ndiyalimala
Ndiphelele amandla
Andikwazi nokulala
Andifuni nokukhala
Ndiyalimala
Ndiphelele amandla
Andikwazi nokulala
Andifuni nokukhala

[Chorus: Babalwa M]
Zu de yade
Zuuu de yade
Zu de yade
Zu de
Zu de yade
Zuuu de yade
Zu de yade
Zu de
Zu de yade
Zuuu de yade
Zu de yade
Zu de
Zu de yade
Zuuu de yade
Zu de yade
Zu de

Mthuthuzeli Q&A

Who wrote Mthuthuzeli's ?

Mthuthuzeli was written by Babalwa M & Yallunder.

Who produced Mthuthuzeli's ?

Mthuthuzeli was produced by Stixx & Kelvin Momo.

When did Babalwa M release Mthuthuzeli?

Babalwa M released Mthuthuzeli on Fri Oct 25 2024.

Your Gateway to High-Quality MP3, FLAC and Lyrics
DownloadMP3FLAC.com