[Intro]
Hayi hayi
Hay’ hah ah
Ah ah
[Verse 1]
Cela uzundenzela inceba
Uzungandikhumbuli
Ungandicingi
Ndikhulule, ndikhulule
Cela uzundenzela inceba
(Inceba)
Uzungandikhumbuli
Ungandicingi
Ndikhulule, ndikhulule
(Ndikhulule)
[Chorus]
Noma ibindim noma
Ibi nguwe
Lena yona isohlule
Ndikhulule, ndikhulule
Ndikhulule
Noma ibindim noma
Ibi nguwe
Lena yona isohlule
Ndikhulule, ndikhulule
Ndikhulule
[Refrain]
Hayi away, hayi away
Hayi away, hayi away
Hayi away ndiphume
Ndiphele
Ndiphume ndiphele
(Ndiphume ndiphele)
Ndiphume ndimke
Ndiphume ndimke
Hayi away, hayi away
Hayi away, hayi away
Ndiphume ndiphele
Ndiphume ndiphele
Ndiphume ndimke
Ndiphume ndimke
[Chorus]
Noma ibindim noma
Ibi nguwe
Lena yona isohlule
Ndikhulule, ndikhulule
Ndikhulule
Noma ibindim noma
Ibi nguwe
Lena yona isohlule
Ndikhulule, ndikhulule
Ndikhulule
[Bridge]
Mandizikhuphe
Mandizikhuphe
Ndiphunyuke
(‘Phunyuke)
Ndiphume ndiphele
Kwintozakho
Mandiphume
Mandiphume
Ndiphunyuke
Ndiphume
Ndiphele kwintozakho
[Refrain]
Hayi away, hayi away
Hayi away, hayi away
Hayi away ndiphume
Ndiphele
Ndiphume ndiphele
(Ndiphume ndiphele)
Ndiphume ndimke
Ndiphume ndimke
[Chorus]
Noma ibindim noma
Ibi nguwe
Lena yona isohlule
Ndikhulule, ndikhulule
Ndikhulule
[Refrain]
Hayi away, hayi away
Hayi away, hayi away
Hayi away ndiphume
Ndiphele
Ndiphume ndiphele
(Ndiphume ndiphele)
Ndiphume ndimke
Ndiphume ndimke
Hayi away, hayi away
Hayi away, hayi away
Hayi away ndiphume
Ndiphele
Ndiphume ndiphele
(Ndiphume ndiphele)
Ndiphume ndimke
Ndiphume ndimke
[Chorus]
Noma ibindim noma
Ibi nguwe
Lena yona isohlule
Ndikhulule, ndikhulule
Ndikhulule
Noma ibindim noma
Ibi nguwe
Lena yona isohlule
Ndikhulule, ndikhulule
Ndikhulule
Mandiphume was written by Makhanj & Sfarzo Rtee.
Mandiphume was produced by Sfarzo Rtee.
Sfarzo Rtee released Mandiphume on Fri May 09 2025.