Mama by Moneoa
Mama by Moneoa

Mama

Moneoa * Track #6 On Coming From Going To

Mama Lyrics

[Verse 1]
Ndibulela umkhulisi wam'
Owandithanda noba ndingathandekanga
Wandiqoqa wandifundisa ukba ngu Moneoa
Ndibulela ubuhle bakhe
Aph' entliziyweni nasebsweni noba kutheni
Andzange ndangathemba ukub' andinaye' umama
Because you have been through it all
I'd take the fall
I'd sacrifise my life
If I had one wish from God
I'd only ask for
Everything you want, to come right

[Chorus]
Ndithi Thixo, Thixo
Bekezel' umama wam'
Umnike yonke into azfunela yona
Ususe bonke ubuhlungu nokusokola
Ndithi Thixo, Thixo
Bekezel' umama wam'
Umnike yonke into azfunela yona
Ususe bonke ubuhlungu nokusokola

[Verse 2]
And mama I recall the first timе you came to watch me
Standing in the crowd llooking all so proudly
Tеlling everybody, "Yes that's my baby"
You have no idea how glad that made me
And mama you and I have been through way too much
It was never easy but you took it tough
And most of all you never gave up on me
And for that I owe you everything
Oh mama, everything
Oh mama

[Chorus]
Ndithi Thixo, Thixo
Bekezel' umama wam'
Umnike yonke into azfunela yona
Ususe bonke ubuhlungu nokusokola
Ndithi Thixo, Thixo
Bekezel' umama wam'
Umnike yonke into azfunela yona
Ususe bonke ubuhlungu nokusokola

[Outro]
(Oh mama)
Ayo mama
(Mama)
Yelele mama
(Mama)
Yelele mama ndiyabulela mama
(Oh mama)
Ayy yeh-yeh-yeh-yeh-yeh
(Mama)
Iyho iyho yiho
(Mama, mama, mama)
Oh umama wam'
Oh umama wami

Mama Q&A

Who wrote Mama's ?

Mama was written by Moneoa.

Your Gateway to High-Quality MP3, FLAC and Lyrics
DownloadMP3FLAC.com