[Intro]
Ndiyahamba m'na, bye bye
[Verse 1]
Bye bye, sithandwa sam
Bye bye, sithandwa sam
Uthi ndingaphinde ndifone
Utsh'ukuthi awusangifuni
Ey, bye bye sithandwa sam
Bye bye sithandwa sam
Ngoku unibeka amatyala, iyoh
Ey, bye bye sithandwa sam
[Chorus]
Isiphithiphithi sentombi Mbali (Nguwe)
Isiphithiphithi sentombi Thandi (Nguwe)
Isiphithiphithi sentombi Dozi (Nguwe)
Isiphithiphithi sentombi Phumzi (Nguwe)
Aye isiphithiphithi sentombi Thandi (Nguwe)
Aye isiphithiphithi sentombi Tumi (Nguwe)
Aye isiphithiphithi sentombi Lolly (Nguwe)
Isiphithiphithi sentombi [?] (Nguwe)
[Verse 2]
Bye bye sithandwa sam
Bye bye sithandwa sam
Ngoku undibeka amatyala, iyoh
Ey, bye bye sithandwa sam
Hamba naye, hamba nayе, hamba naye
Hamba naye, hamba naye, hamba nayе
Hamba naye, hamba naye, hamba naye
[Chorus]
Isiphithiphithi sentombi Thandi (Nguwe)
Isiphithiphithi sentombi Lolly (Nguwe)
Isiphithiphithi sentombi Phumzi (Nguwe)
[Post-Chorus]
Tsh'ukuthi ngeyam' (iyangilingan' ibrukhwe iyangilingana)
Ayi kuthi ngeyam' (iyangilingan' ibrukhwe)

Tsh'ukuthi ngeyam(iyangilingan' ibrukhwe iyangilingana)