Holy Alpha by Holy Alpha (Ft. Elliker)
Holy Alpha by Holy Alpha (Ft. Elliker)

Holy Alpha

Holy Alpha & Elliker

The music player is only available for users with at least 1,000 points.

Download "Holy Alpha"

Holy Alpha by Holy Alpha (Ft. Elliker)

Release Date
Fri Apr 05 2024
Performed by
Holy AlphaElliker
Produced by
Dude LiL Beats
Writed by
Holy Alpha & Elliker

Holy Alpha Lyrics

[Chorus]
Asidlali imidlalo la
Xa kungena thina, jonga all eyes on us
Holy Alpha, you’re the way, the answer
They should know ubathatha ubabeke e'altar
Usisiqalo ne siphelo
Noba bangathini usezobaphatha njengesiqhelo
Isisiqalo ne siphelo
Noba bangathini usibezoba phatha nguwe othwele umqhele
Yeah Yeah Yeah

[Verse 1]
Ingenile ikumkanikazi, Ingele-ngele ndikhulele apha ekasi
Ndikhule ndisophora ngoTyuthu gqiba ndithobe ngo Mongimali
They call me Mama Ghost
Ndivula iminyango when they close
Ndibusy kakhulu andibambi phone
Abanye bathi ndizenza ngcono ngoku (Hihihihihi)
Ndonqena nokwenza abahlobo
Ndikhule kuthwa ubothemba isithunzi sakho
IChomi asoze zikuse ndawo
Zikwenzela iplan ungenzanga nento
YiMedi etheni erapper isiXhosa sodwa
Xa ndidroppileyo niya posta Andizukuflopa
Ubuntu ebantwini abusikho kodwa

[Chorus]
Asidlali imidlalo la
Xa kungena thina, jonga all eyes on us
Holy Alpha, you’re the way, the answer
They should know ubathatha ubabeke e'altar
Usisiqalo ne siphelo
Noba bangathini usezobaphatha njengesiqhelo
Isisiqalo ne siphelo
Noba bangathini usibezoba phatha nguwe othwele umqhele
Yeah Yeah Yeah

[Verse 2]
(Hihiii, Hihiii)
Yiyizelani lewei lubizo futhi imvumi azifani
Amanye amajita aphanjaniswa yi clout
Bendisaziwa kwa before ndizalwe
Uboqala pha ebhayibhileyo
Qala kuMatewu uqhine ekugqibeleni
Ilaity ndizinika ithemba ekuhlaleni, yeah yeah

[Chorus]
Asidlali imidlalo la
Xa kungena thina, jonga all eyes on us
Holy Alpha, you’re the way, the answer
They should know ubathatha ubabeke e'altar
Usisiqalo ne siphelo
Noba bangathini usezobaphatha njengesiqhelo
Isisiqalo ne siphelo
Noba bangathini usibezoba phatha nguwe othwele umqhele
Yeah Yeah Yeah

Holy Alpha Q&A

Who wrote Holy Alpha's ?

Holy Alpha was written by Holy Alpha & Elliker.

Who produced Holy Alpha's ?

Holy Alpha was produced by Dude LiL Beats.

When did Holy Alpha release Holy Alpha?

Holy Alpha released Holy Alpha on Fri Apr 05 2024.

Your Gateway to High-Quality MP3, FLAC and Lyrics
DownloadMP3FLAC.com