KMG THREE SIMPLE LETTERS TILL FOREVER
[Hook]
Yey kwedin'
Sundigezela apha, please
Uthetha ukuthini?
Ngan' yayazi uba ndiyashisa
Ng'sempompini
Chaphachaphacha, iDrip
Ng'sempompini
Chaphachaphacha, iDrip
Yey kwedin, Big 23 (x8)
[Verse 1]
Yonkinto ihamba ngo layini (ngo layin), but akukho lutho ema khaleni (khalen')
Bengiy'ntwana yase z'lalini (lalin), sengusaziwayo endaweni (endawen')
Angiz' ukudlala amathekeni Angeke), lezi zihambelana uMaweni (oMaweni)
Yea, i always got the drip, as far as I'm concerned like Tshawe
Co! Co! Co! Co! (co co co co)
Drip on the floor (drip on the ... )
Ko! Ko! Ko! Ko! (ko ko ko ko)
Money on the door (money on the door)
Ewe kalokh'
Ngeke balunge
Ewe kalokh'
Ndim' uMalume
Basi cela ama pondo masifika endaweni babona si clean
Sifikile iW-Gang, we can never lose/loose, yinton' iFolish?
Kudala sihamba sigudla, imqantsa siz'nyuka, simila iPotris
Lengoma izodlalwa kakhulu emakasi k'zothiwa ibuyile iTrompies
[Hook]
Yey kwedin'
Sundigezela apha, please
Uthetha ukuthini?
Ngan' yayazi uba ndiyashisa
Ng'sempompini
Chaphachaphacha, iDrip
Ng'sempompini
Chaphachaphacha, iDrip
Yey kwedin, Big 23 (x8)
Big 23 was written by Ayanda “Ayeezy” Mlangeni.
Big 23 was produced by Kratoz.