Bhabhalaza by Rhass (Ft. Mr Thela)
Bhabhalaza by Rhass (Ft. Mr Thela)

Bhabhalaza

Rhass & Mr Thela * Track #3 On Marhalisburg

The music player is only available for users with at least 1,000 points.

Download "Bhabhalaza"

Bhabhalaza by Rhass (Ft. Mr Thela)

Release Date
Tue Nov 22 2022
Performed by
RhassMr Thela
Produced by
Mr Thela
Writed by

Bhabhalaza Lyrics

Hey bekumnand' izolo
Aw ndik'xelel' uba andinayo neyokhwela (shuu)
Hey bekurongo izolo
Aw ndik'xelel' uba andinayo neyokhwela (shuu)

Ngoku uzokwenza njani bra?
Hay no, nzobeth' imanager
Hay no
Khon' eny' imedi endispana nayo
Eish, ayizospana

Fondin, khawenz' idrata ndingqay' iphepha lika gqirha
Uyek' buthetha wenz' izinto zibe easy
Khawenz' idrata ndingqay' iphepha lika gqirha
Uyek' buthetha uthetha aw k'be easy
Khawenz' idrata ndingqay' iphepha lika gqirha
Uyek' buthetha wenz' izinto zibe easy
Khawenz' idrata ndingqay' iphepha lika gqirha
Uyek' buthetha uthetha aw k'be easy

Eish, nantsi le ntloko

Ndine bhabhalaza
Ndine bhabhalaza
Ndine bhabhalaza
Ndine bhabhalaza
Ndine bhabhalaza
Ndine bhabhalaza
Ndine bhabhalaza
Ndine bhabhalaza

Ibhabhalaza
Ndine bhabhalaza
Ndine bhabhalaza
Ndine bhabhalaza

Ibhabhalaza
Ndine bhabhalaza
Ndine bhabhalaza
Ndine bhabhalaza

(Fondin)
(Fondin)
(Fondin)

Khawenz' idrata ndingqay' iphepha lika gqirha
Uyek' buthetha wenz' izinto zibe easy
Khawenz' idrata ndingqay' iphepha lika gqirha
Uyek' buthetha uthetha aw k'be easy

(Thel' umlilo Simpra, Mshayi shaya)

Ndine bhabhalaza
Ndine bhabhalaza
Ndine bhabhalaza
Ndine bhabhalaza
Ndine bhabhalaza
Ndine bhabhalaza
Ndine bhabhalaza
Ndine bhabhalaza

Ibhabhalaza
Ndine bhabhalaza
Ndine bhabhalaza
Ndine bhabhalaza

Ibhabhalaza
Ndine bhabhalaza
Ndine bhabhalaza
Ndine bhabhalaza

Bhabhalaza Q&A

Who produced Bhabhalaza's ?

Bhabhalaza was produced by Mr Thela.

When did Rhass release Bhabhalaza?

Rhass released Bhabhalaza on Tue Nov 22 2022.

Your Gateway to High-Quality MP3, FLAC and Lyrics
DownloadMP3FLAC.com