[Intro]
Sabela
Uyabizwa
Uyandiva na?
[Verse]
Ndiv' ilizwi livela ngapha ngaphesheya
Oh bayandibiza
Livela ngaphesheya
Ngaphantsi kweentaba zasekhaya
Liyamba nomoya
Oh bayandibiza
[Chorus]
Oh sabel' uyabizwa
Ulwela (Ulwela isiqu sakho)
Sabela (Sabel' uyabizwa)
Uyabizwa, (ulwela) isiqu sakho
[Bridge]
Uyandiva na?
Umamele na?
[Verse]
Mntwan' omhle
Bakubiza ngelo gama, ngoba umhle
Oh mntwan' omhle
Bakubiza ngelo gama, ngoba unobuntu
Bakubiza ngelo gama, ngoba umhle
Bakubiza ngelo gama, ngob' unobuntu
Mntwan' omhle
Phendula
Phendula
Masingalahlekelwa ngubuntu bethu
Indlela zethu, ngob' ilizwi livela ngaphaya (Uyandiva na?)
Ngaphaya kwexesha
Ilizwi lihamba nomoya
Umoya wakwaNtu
[Chorus]
Oh sabel' uyabizwa
Ulwela (Ulwela isiqu sakho)
Sabela sabela (Sabel' uyabizwa)
Oh sabel' uyabizwa
Ulwela
Sabela ndiyavuma, sabela ndiyavuma
Ndiyavuma
Ndiyosabela ndiyavuma