Khusela by Kabza De Small (Ft. Msaki)
Khusela by Kabza De Small (Ft. Msaki)

Khusela

Kabza De Small & Msaki * Track #1 On KOA II Part 1

Khusela Lyrics

[Verse 1]
Bawo khusela, abantwana bakho
Bawo khusela, abantwana bakho
Bawo khusela, abantwana bakho (Bawo khusel' ingane zakho)
Ndizibika kuwe Mdali (Bawo khusela, abantwana bakho)
Sikelela imini zam
Qaba uimbi andinyayo (Bawo khusela, abantwana bakho)
Endinga ngena kuyo
Iba ne nceba kuthi
Themba limbi andinalo (Bawo khusela, abantwana bakho)
Endinga bamba lona
Qaba yimbi andinayo
Wuwe ithemba lam

[Verse 2]
Hlamba nantsi inhliziyo
Ngizibika kuwe
Ngizibika kuwe
Kuwe mdali
Sikelela imini zam
Sikelela imini zam
Qaba yimbi andinayo
Yiba ne nceba
Yiba ne nceba kuti
Sikelela imini zam'
Themba limbi andinalo
Endinga bamba lona
Hlamba nantsi intliziyo yam
Uyenze ngcwele yona
Qaba yimbi andinayo
Endinga ngena kuyo
Ndizibika kuwe mdali
Sikelela imini zam'
Yiba ne nceba

[Verse 3]
Abantwana
Abantwana bakho
Themba limbi andinalo (Bawo khusеla, abantwana bakho)
Endinga zifihla kulo
Hlamba nantsi inhliziyo
Hlamba nantsi inhliziyo (Bawo khusela, abantwana bakho)
Uyilungise
Ixokise
Uyеnze msulwa
Uyenze msulwa yona
Abantwana
Abantwana bakho
Bkhalela mna
Iba ne nceba
Iba nenceba
Singabantwana bakho
Iba ne nceba

Khusela Q&A

Who wrote Khusela's ?

Khusela was written by Msaki.

Who produced Khusela's ?

Khusela was produced by Kabza De Small.

When did Kabza De Small release Khusela?

Kabza De Small released Khusela on Mon May 30 2022.

Your Gateway to High-Quality MP3, FLAC and Lyrics
DownloadMP3FLAC.com