[Verse 1: Letta Mbulu & Caiphus Semenya]
Hela, mmanyeo
Hela, ngwaneso
Ke khale ke kokota monyako
Dintho di tla loka neng?
Ke o tjheketse sediba
Se ke lemile le masimong
Khomo di tletse sakeng la ntate
Dumela ho ba moratuoa
Thula ndivile, mfowam'
Sukundixhesha, ndinik' ixesha lokucinga
Sukungxama, baby wam'
Thula ndivile!
Njengelanga eMpumalanga
Litshon' eNtshonalanga
Isithembiso sam' sobanjalo
Thula ndivile!
[Chorus]
Ndiphendule, ndiphendule
Ndiphendule, ndiphendule
Ndiphendule (Nd'zak'phendula)
Ndiphendule (Nd'zak'phendula)
Ndiphendule
[Verse 2: Letta Mbulu & Caiphus Semenya]
Uthando lwam' lolwakho
Bendi'ba uyayazi lonto
Kodw' umendo unzima
Umendo uyandingcangcazelisa
Matsatsi a re siya
Ha le tjhaba botjhabela
Ha le wela, le subetje
Nako ha e emele nna le wena
Ke dumellana le wena
Ke nnete, nako ha e emele motho
Empa lenyalo ha se papadi
Jonna basadi! Ke tla thusoa ke mang?
Thembi, mntakwethu
Ke tla o ahela motse o motle
Re fumane bana
Diponono dikoti marameng
[Chorus: Letta Mbulu & Caiphus Semenya]
Ndiphendule (Nd'zak'phendula)
Ndiphendule, ndiphendule (Nd'zak'phendula)
Ndiphendule, ndiphendule (Nd'zak'phendula)
Ndiphendule, ndiphendule (Nd'zak'phendula)
Ndiphendule, ndiphendule (He, mntakwethu, khaund'phendule bo!)
Ndiphendule, ndiphendule (Nd'zak'phendula)
Ndiphendule, ndiphendule
(Haibo! nngwaneso, o ko nkarabe)
(Ke batla ho ba mokhwenyana haeno)
Ndiphendule, ndiphendule
Ke tla o araba
Ndi-phendule was written by Caiphus Semenya.
Ndi-phendule was produced by Caiphus Semenya.